Le ncwadi ayipheleli nje ekonwabiseni abafundi koko ikwabalisela abafundi amabali enzekayo kuMzantsi Afrika omtsha apho utata agcina abantwana ahlambe nezitya ekhaya. La mabali akwafundisa abafundi ukuba balumke kuzo zonke izinto abazenzayo ebomini ngakumbi ukuthandana komntu osemtsha nomntu omdala kakhulu kunaye.
Dimensions:
148 mm x 210 mm x 15 mm
Format:
Paperback / softback
Published Date:
04/05/2007
Publisher:
VIVLIA PublishersSouth Africa