Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.
Published Date:
13/06/2013
Publisher:
Shuter & Shooter (Pty) Ltd
Format:
Paperback / softback
Dimensions:
210 mm x 297 mm x 15 mm