Kwenziwa ingcaciso yokuba indoda ayibi yindoda ngokuba yaluke koko kubalulekile ukuba umntu azilandele iimfundiso azifumana ngelixa esesuthwini ukuze zikwazi ukumnceda abe yindoda enezenzo ezakhayo. The act of circumcision itself does not make a man. Practising what one has learnt at the initiation school is more important.