Le ncwadi inamacandelo amabini. Elokuqala lifundisa ngokuhluza umbongo nangeendidi ezahlukeneyo zemibongo. Elesibini lingemibongo engaphantsi kwezihloko ezifana namasiko kunye nezithethe. This anthology has two sections: how to critically read poems and a selection of different kinds of poetry.